Zuko SA – Umhlaba Wonke Lyrics

Zuko SA – Umhlaba Wonke Lyrics

Zuko SA Umhlaba Wonke Lyrics

Funa muntu

Umhlaba wonk’ usezandleni zabantu
Akuna muntu ongaphath’ umhlaba eyedwa
Ooh, ayeza amabohlwa nongowa
Ooh, xa befun’ ukusetyenzelwa ngabantu

Awu yini isocialismi?
(Umhlaba wonk’ usezandleni zabantu) Akuna muntu
(Akhuko muntu) Ongaphath’ umhlaba (Eyedwa)

Yini isocialismi?
(Umhlaba wonk’ usezandleni zabantu) Akuna muntu
(Akhuko muntu) Ongaphath’ umhlaba (Eyedwa)
Awu awu yaye saba

Aya esaba
(Kutshwa ntonxo)
Oh xabek’funa
(Xa ek’fun’ ukusetyezenzelwa ngabantu)
Aya esaba

Aya esaba
(Kutshwa ntonxo)
Oh xabek’funa
(Xa bek’funa ukusetyezenzelwa ngabantu)

Awu yini isocialismi?
(Umhlaba wonk’ usezandleni zabantu) Akuna muntu
(Akhuko muntu) ongaphath’ umhlaba (Eyedwa)

Yini isocialismi?
(Umhlaba wonk’ usezandleni zabantu) Akuna muntu
(Akhuko muntu ongaphath’ umhlaba eyedwa)

Xa ek’fun’ ukusetyezenzelwa ngabantu

Zuko SA Umhlaba Wonke Lyrics English Translation

Find someone

The whole world is in the hands of the people
No one can rule the world alone
Ooh, here comes the bride and groom
Ooh, when they want to be served by people

Well what is socialism?
(The whole world is in the hands of the people) No one
(No one) Who can own the land (Alone)

What is socialism?
(The whole world is in the hands of the people) No one
(No one) Who can own the land (Alone)
Oh no and we were

RELATED POST:   Zuko SA – Tell Me Why Lyrics

They are afraid
(Excerpt)
Oh xabek’funa
(When wanted to be used by people)
They are afraid

They are afraid
(Excerpt)
Oh xabek’funa
(When they want to be used by people)

Well what is socialism?
(The whole world is in the hands of the people) No one
(No one) can own the land (Alone)

What is socialism?
(The whole world is in the hands of the people) No one
(No one can rule the world alone)

When it wants to be used by people