Kay Faith – Amamenemene Lyrics

 Amamenemene Lyrics By Kay Faith, Bravo Le Roux & VenusRaps

Helele, hey,
Helele, hey,
Helele, hey,
Helele, hey,

Helele,
Ndithethele,
Ndibekezele,
Ndiphumelele,
Helele,
Ndithethele,
Ndibekezele,
Ndiphumelele,

Helele,
Helele,
Helele,
Helele,
Helele,
Undikhusele kwi ntlekele
Andiwafun’amamenemene

Helele
Helele
Zonke inja zam they handling
Sizama lomnotho ziyaz’rherezela
Helele
Helele

Phambi kokuba sithethe ndicela umnotho ngaphambili
Khazi ndiyayazi lengoma izokwenza intlombe eclub’ini
Nala medi ubuyibuza ileli pha kum itakile
And umanyoko uyapota ngoku iouttie yakhe ijump’ile

Whoa, Mamela
Soz’undibone ndi under pressure
Andinalo kwa ixesha lobe ndi text’a
Ndili roto ndifun’icheddar

Ngoku ndandivaya kum emzana, ndathi umama ndizamo khela
Now they tryna fit my sH0es
Hay kancane Cinderella

Ekse, eita
Uyandazi ndipheth’iflavor
Soze undibone tu ndi failure
You want the smoke? Ngqay’iflavor

Mabancame andino rheya
Umantab’uthol’ilayza
Can’t get, can’t tholakala
Xa ndise studio ndivele ndicim’idata

Prrrt
Ndimnkile
Amasango avuleliwe
Ekse, ndilapha for uwina
Shoutout FUBU for the steeze

Xa be posta ba delete
Siya record’a si release’e
Kanye West with the influence
I got the keys, ndisi stixo

Helele,
Ndithethele,
Ndibekezele,
Ndiphumelele,
Helele,
Ndithethele,
Ndibekezele,
Ndiphumelele,

Helele,
Helele,
Helele,
Helele,
Helele,
Undikhusele kwi ntlekele
Andiwafun’amamenemene

Helele
Helele
Zonke inja zam they handling
Sizama lomnotho ziyaz’rherezela
Helele
Helele

Helele
Yangena indlovukazi ishay’ ngob’khazikhazi, ngamazwi nguw’Jenene
Futhi ang’chaza chazi, um’ ungazi awazi suyocela bak’chazele
Lapho ng’dazi inkani, mina ang’fani nani ngeke ng’poppe ngeSecond hand
Ng’the onenkinga akang’fonele
I ain’t never need a gimmick
I do this sh!t in real life and you mimic
Said they’d out-rap me, well call me a cynic
I make em dizzy, these n!gga* anemic
Huh well I take em all to the clinic
Now that they heard me they all looking timid
Last time y’all seen a Venus doing numbers like this it was Vee and Serena in tennis YUh!
Hayibo!

RELATED POST:   Kay Faith – PROUDLY CAPETONIAN Lyrics

Make some noise for Kay Faith in this motherf*cker.